Acts 1:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni bebejongela ngasezulwini ekumkeni kwake, bona ke, amadoda amabini ebemi kufupi nabo enezivato ezimhlope;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakuba beqwalasele ezulwini, akubon ukuba uyemka, kwabonakala kumi ngakubo amadoda amabini eneengubo ezimhlophe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakuba beqwalasele ezulwini, njengoko wayenyuka, kwabonakala kumi ngakubo amadoda amabini, eneengubo ezimhlophe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Besakhangele ukumka kwakhe, bondele esibhakabhakeni apho, nango amadoda amabini, ambethe ezimhlophe, emi ngakubo,