Acts 1:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(Lo ke kekaloku watenga intsimi ngomvuzo wenkohlakalo yake; waza ewile ngentloko wacandeka pakati, ati onke amatumbu ake apalaka:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo ke ngoko wazuza umhlaba ngomvuzo wokungalungisi; wathi ekhahleleke phantsi ngobuso, wagqabhuka phakathi, zaphalala zonke izibilini zakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ke ngoko wazuza umhlaba ngomvuzo wokungalungisi; wawa ngobuso, wagqabhuka phakathi, zaphalala zonke izibilini zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku le ndoda yathenga umhlaba ngaloo mali yayifumana ngenkohlakalo. Yawa ngesisu, sagqabhuka, zaphalala izibilini kuloo ndawo.