Acts 1:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuba̔liwe encwadini yamaculo ukuti: Maibe indlu yake ici̔takele; makungabiko namnye ohlala kuyo: n okuti: Mabutatyatwe ngomnye ubongama bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kubhaliwe encwadini yeeNdumiso kwathiwa, Umzi wakhe mawube yintlango, Kungabikho umiyo kuwo; Buthi nobuveleli bakhe buthatyathwe ngomnye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kubhaliwe encwadini yeeNdumiso kwathiwa, Umzi wakhe mawube yintlango, Kungabikho umiyo kuwo; Buthi nobuveleli bakhe buthatyathwe ngomnye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kuba kaloku kwiNcwadi yeeNdumiso kubhalwe kwathiwa: “ ‘Mawube linxiwa umzi wakhe; makungahlali nabani kuwo.’ “Kwakhona kuthiwa: “ ‘Masithathwe ngomnye isikhundla sakhe.’