Acts 1:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kufanelekile ngoko, ukuba iti enye yalamadoda apelekene nati lonke ixesha inkosi u‐Yesu yangena yapuma ngalo pakati kwetu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko, kuwo amadoda abehamba nathi, ngalo lonke ixesha ebingena iphuma phakathi kwethu iNkosi uYesu,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungoko athe, kula madoda abehamba nathi ngalo lonke ixesha, yakuba iNkosi uYesu ibingena iphuma phakathi kwethu,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngoko ke, makubekho enye indoda ethatha indawo yakhe. Kufuneka ibe ngumntu obesoloko ekunye nathi ngalo lonke elaa xesha iNkosi yayijikeleza phakathi kwethu; umntu owayekho ukususela kanye ngelaa xesha uYohane wayebhaptiza, kude kuze kuthi gaa ngomhla wonyuko. Nguloo mntu ke onokungqina kunye nathi ngokuvuka kweNkosi yethu.”