Acts 1:22 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ekuqaleni kwayo kulo ubapitizesho luka‐Johane, kwada kwayimini yabinyuswa ngayo kuti, ibe linqi̔na lokuvuka kwayo kunye nati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
iqalele elubhaptizweni lukaYohane, yada yayimini eyanyuswa ngayo kuthi, kumele ukuba kubekho enye kuwo eba lingqina lokuvuka kwayo, kunye nathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
iqalele elubhaptizweni lukaYohane, kwada kwayimini awanyuswa ngayo kuthi, kumele ukuba kubekho ongomnye, eya kuba lingqina lokuvuka kwakhe, kunye nathi.