Acts 1:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bamisa ababini, u‐Josefe obizwa ngo‐Barasaba, owatiywa elinye igama elingu‐Yusitusi, no‐Matiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bamisa mabini, uYosefu, okuthiwa nguBharsabhas, ogama limbi linguYusto, noMatiya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamisa ababini, uYosefu ogama linguBharsabhas, ogama limbi linguYusto, noMatiya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza baphakamisa amagama amadoda amabini: uJosefu owayesaziwa ngokuba nguBharsabha, obizwa nangokuba nguYusto, kwakunye noMatiya.