Acts 1:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba u‐Johane okunene wabapitizesha ngamanzi; kodwa nina nobapitizeshwa ngomoya oyingcwele, intsuku ezingeninzi emveni kwezi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba uYohane okunene wabhaptiza ngamanzi; kodwa nina niya kubhaptizwa ngoMoya oyiNgcwele, kungekabi kade emva kwezi ntsuku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uYohane okunene wabhaptiza ngamanzi; kodwa niya kubhaptizwa ngoMoya oyiNgcwele, kungekabi kade emva kwezi ntsuku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uYohane yena wayebabhaptiza ngamanzi abantu; ke nina, kungekudala, uThixo uza kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele.”