Acts 10:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Petrosi wati: Nakanye, Nkosi! ngokuba ndingazanga nditye nanye into engengcwele nenco̔lileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uPetros, Nakanye, Nkosi; ngokuba yonke into eyinqambi, nokuba yengcolileyo, andizanga ndiyidle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uPetros, Hayi, Nkosi; kuba yonke into eyinqambi, nokuba yengcolileyo, andizanga ndiyidle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula wathi: “Nkosi, ngunotshe lowo! Mna andizange ndiyitye into engatyiwayo.”