Acts 10:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Esacingela umboniso lowo u‐Petrosi, wati umoya kuye: Bona ke, amadoda amatatu ayafuna wena:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akubon ukuba uPetros uyacinga ngawo umbono lowo, wathi uMoya kuye, Nanga amadoda amathathu ekufuna;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, akubon’ ukuba uPetros uyacinga ngawo umbono lowo, wathi uMoya kuye, Nanga amadoda amathathu ekufuna;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPetros yena wayesajika-jikana nalo mbono ukuva kwakhe uMoya oyiNgcwele esithi: “Phulaphula, nango amadoda amathathu ekufuna.