Acts 10:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
uz’ usuke ngoko, uhle, uye nawo, ungatandabuzi nto; ngokuba ndiwatumile mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
suka uhle, uhambe nawo, ungathandabuzi nento, ngokokuba athunywe ndim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Vuka ngoko, uhle, uhambe nawo, ungathandabuzi nto, kuba athunywe ndim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phakama uye kuwo la madoda, ungathandabuzi, uhambe nawo, kuba athunywe ndim.”