Acts 10:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wehla u‐Petrosi waya kulomadoda abesusiwe ku‐Koroneli ukuza kuye, wati: Bona ke, ndinguye enimfunayo; liyinina ituba enilapa ngenxa yalo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wehla ke uPetros, waya kuwo amadoda abethunyiwe kuye evela kuKorneli, wathi, Niyabona, ndingulowo nimfunayo; ngumcimbi mni na enize ngawo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wehla ke uPetros, waya kuwo amadoda abethunyiwe kuye evela kuKorneli; wathi, Niyabona, ndingulowo nimfunayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya kuwo uPetros, wafika wathi: “Ndim lo nimfunayo. Ngaba nindifuna ngani?”