Acts 10:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wawabizela pakati, wawamkela endlwini. Waza ngomnye umhla u‐Petrosi wemka nawo, nabatile bakubo abazalwana base‐Jopa bampeleka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawabizela phakathi ngoko, aba lundwendwe lwakhe. Ke kaloku ngengomso, uPetros wemka nawo, nabazalwana abathile baseYopa bahamba naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wababizela phakathi ngoko, aba lundwendwe lwakhe. Ngengomso uPetros wemka nawo, nabazalwana abathile baseYopa bahamba naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wangena nabo endlwini uPetros, baza balalisa apho ngaloo mini. Ngosuku olulandelayo wahamba nawo la madoda kunye namanye amakholwa aseJopa.