Acts 10:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati kwakungena u‐Petrosi, u‐Koroneli wamkaulela, wawa pantsi ngasezinyaweni zake, wabedesha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ke, xa angenayo uPetros, uKorneli wamhlangabeza, wawa ezinyaweni zakhe, waqubuda kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke akungena uPetros, uKorneli wamhlangabeza, wawa ezinyaweni zakhe, waqubuda kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa angenayo uPetros, uKorneli wazikhahlela phambi kwakhe,