Acts 10:45 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bamangaliswa abo bakulo ulwaluko abakoliweyo, bonke abebezile no‐Petrosi, ukuba isipiwo somoya oyingcwele sigalelwe napezu kwabaheyideni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amangaliswa amakholwa olwaluko onke abeze noPetros;ngokuba isipho soMoya oyiNgcwele sathululwa naphezu kweentlanga;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamangaliswa ke abolwaluko, ababeze noPetros, ngokuba isipho soMoya oyiNgcwele sathululwa naphezu kweentlanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaJuda akholwayo, lawo ayesuke noPetros eJopa, amangaliswa kukuba uThixo ezinike isipho soMoya oyiNgcwele neentlanga,