Acts 10:46 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bebebeva beteta nge zinye inteto, bezukisa utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba aziva zithetha ngalwimi zimbi, zimenza mkhulu uThixo.Wandula waphendula uPetros wathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba aziva zithetha ngalwimi zimbi, zimenza mkhulu uThixo. Waphendula ke uPetros wathi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba baziva zithetha ngalwimi zimbi, zidumisa uThixo. UPetros wathetha wathi: