Acts 10:47 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wapendula u‐Petrosi, wati: Kuko ongala amanzi na, ukuze aba bangabapitizeshwa, abamamkeleyo umoya oyingcwele njengokuba simamkele nati?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukho unako yini na ukuthintela amanzi, ukuba bangabhaptizwa aba bamamkeleyo uMoya oyiNgcwele, kwanjengathi nje?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kukho unako yini na ukuthintela amanzi, ukuba bangabhaptizwa aba bamamkeleyo uMoya oyiNgcwele, kwanjengathi nje?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Aba bantu bamkele uMoya oyiNgcwele njengoko samamkelayo nathi. Ngenene ke akukho namnye umntu ongalayo ukuba aba bantu babhaptizwe ngamanzi.”