Acts 10:48 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wayalela ukuba babapitizeshwe egameni lenkosi. Bandula bamtandaza ukuba makalibale kona imihla etile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamisa ukuthi mababhaptizwe egameni leNkosi. Baza bamcela ukuba akhe ahlale iintsuku ezithile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza ke wabayalela ukuba babhaptizwe egameni leNkosi. Bamcela ngoko ukuba akhe ahlale iintsuku ezithile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPetros ke ngoko wathi mababhaptizwe egameni likaYesu Krestu. Ke yena bamcela ukuba akhe ahlale nabo iintsukwana.