Acts 11:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bati abadi sipile, njengokuba umntu ebenamandla, bazimisela abanye ngabanye ukuba batume usizo kubazalwana ababehlala e‐Judeya:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kubo ke abafundi, njengoko uthile ebenabo ubutyebi, wathi elowo kubo wagqiba ukuthumela into yokubanceda abazalwana ababemi kwelamaYuda;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kubo ke abafundi, njengoko uthile ebenabo ubutyebi, wathi elowo kubo wagqiba ukuthumela into yokubanceda abazalwana ababemi kwelakwaYuda;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaKrestu agqiba ekubeni ulowo nalowo kuwo makaqwebele inkxaso yamakholwa akwelakwaJuda kangangoko anako.