Acts 11:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
besiti: Wabungena kumadoda angalukanga, watya ndawonye nawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
besithi, Uye wangena kumadoda angalukileyo, wadla nawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
besithi, Uye wangena kumadoda angalukileyo, wadla nawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Wena ubulundwendwe lwabantu abangolukiyo ngokwesiko likaMosis, usitya nokutya nabo.”