Acts 12:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku akuba u‐Petrosi ebeqongqotile elucangweni lwesango, kweza isicakazana ukuza kupulapula, esigama lalingu‐Roda:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akubon ukuba ke unkqonkqozile uPetros elucangweni lwesango, kweza kuphulaphula isicakazana esigama linguRoda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akubon’ ukuba ke unkqonkqozile uPetros elucangweni lwesango, kweza kuphulaphula isicakazana esigama linguRoda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wankqonkqoza emnyango, kwaza kwaya intombazana egama linguRoda,