Acts 12:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
esati sakulazi ilizwi lika‐Petrosi, asavula isango ngenxa yovuyo, sangena ngokubaleka, satyela ukuba u‐Petrosi umi pambi kwesango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Silazile ke izwi likaPetros, asilivulanga isango, ngenxa yokuvuya; sabalekela ke phakathi, saxela ukuba uPetros umi phambi kwesango.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Elazisile ilizwi likaPetros, akalivula isango, ngenxa yovuyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
eyathi yakuliva ilizwi likaPetros, yasuka yajika ngenxa yovuyo ingamvulelanga, yaya kuxela ukuba nguPetros lo unkqonkqozayo.