Acts 12:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Petrosi ebemana eqongqota: bati bakuvula, bambona, bamangaliswa ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uPetros wamana enkqonkqoza; bathi ke bakuvula bambona, bathi nqa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uPetros wamana enkqonkqoza; bathi ke bakuluvula bambona, bathi nqa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPetros yena waphikelela enkqonkqoza, bada ngelikade bamvulela, bamangaliswa kakhulu bakuqonda ukuba kuthe kanti nguPetros ngenkqu lo.