Acts 12:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke u‐Petrosi ebegcinwa entolongweni: kodwa utandazo olwomeleleyo belumenzelwa yiṙemente kutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wagcinwa ngoko okunene uPetros entolongweni; ke kwathandazwa libandla ngenyameko kuThixo ngenxa yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uPetros wayegcinwa entolongweni, kodwa ibandla laqhubeka limthandazela kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke uPetros wagcinwa entolongweni apho, kodwa amaKrestu wona azingisa ukumthandazela kuThixo, lo gama avalelweyo.