Acts 13:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakaloku, bona ke, isandla senkosi sipezu kwako, wauya kuba yimfama, ungaboni ilanga kube mzuzu. Kwasekusiwa pezu kwake kwa oko ubunkungu nobumnyama; waza efumfutisela wafuna abantu bokumtundeza ngesandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabona, nangoku isandla seNkosi siphezu kwakho; uya kuba yimfama, kube mzuzu ungaliboni ilanga. Kwalapho ke wawelwa lurhatyazo nobumnyama; wayephamzela, efuna abangamrhola ngesandla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyabona, uyabona, isandla seNkosi siphezu kwakho; ùya kuba yimfama, kube mzuzu ungaliboni ilanga. Kwaoko wawelwa yinkungu nobumnyama; wayejikeleza, efuna abangamrhola ngesandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khona ngoku iNkosi iza kukubetha, ube yimfama, futhi kuya kuba mzuzu ungakuboni ukukhanya.” Ngoko nangoko aba nkungu amehlo kaElima, wabuva ubumnyama buwavala, wajikeleza ke empampatha, efuna umntu ongamrhuqayo.