Acts 13:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utixo wababantu o‐Sirayeli wabaqasha obawo betu; nabantu abo wabapakamisa bakuhlala njengabasemzini ezweni le‐Jipete, wabaku̔pa kulo ngengalo epakamileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo waba bantu amaSirayeli wabanyula oobawo bethu, wabaphakamisa abantu ekuphambukeleni kwabo emhlabeni waseYiputa, wabakhupha kuwo ngengalo ephakamileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo waba bantu bakwaSirayeli wabanyula oobawo bethu, wabaphakamisa abantu ekuphambukeleni kwabo ezweni laseYiputa, wabakhupha kulo ngengalo ephakamileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo lo unqulwa ngamaSirayeli nguye owanyula ookhokho bethu, wawenza amaSirayeli asisizwe esikhulu ngexesha ayengabaphambukeli kwelaseJiputa. Nguye owawakhupha ngamandla angummangaliso amaSirayeli eJiputa.