Acts 13:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ixesha langa layiminyaka emashumi mane wanyamezela imikwa yabo entlango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ngexesha eliyiminyaka engathi imashumi mane, wayithwala imikhwa yabo entlango;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ngexesha eliyiminyaka engathi imashumi mane, wayithwala imikhwa yabo entlango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wawanyamezela iminyaka emashumi mane entlango.