Acts 13:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ezici̔tile intlanga ezisixe̔nxe ezweni le‐Kanane, wababela umhlaba wazo ngeqashiso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi akuwisa iintlanga ezisixhenxe emhlabeni wakwaKanan, wababela umhlaba wazo ngeqashiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi akuwisa iintlanga ezisixhenxe emhlabeni wakwaKanan, wababela umhlaba wazo ngeqashiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ikwanguye owazitshabalalisayo izizwe ezisixhenxe eKanana, waza loo mhlaba wawunika abantu bakhe amaSirayeli.