Acts 13:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati kamva bacela ukumkani; waza utixo wabanika u‐Saule unyana ka‐Kishe, indoda yakwisizwe sika‐Benjamine, iminyaka yamashumi mane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva koko bacela ukumkani, uThixo wabanika uSawule, unyana kaKishe, indoda yesizwe sakwaBhenjamin, iminyaka emashumi mane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko bacela ukumkani, uThixo wabanika uSawule, unyana kaKishe, indoda yesizwe sakwaBhenjamin, iminyaka emashumi mane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakufuna ukumkani, wabanika uSawule unyana kaKishe, wesizwe sakwaBhenjamin, waza wabalawula iminyaka engamashumi amane.