Acts 13:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
akuba u‐Johane ebeshumayele pambili ubapitizesho lwoguquko kubo bonke abantu bakwa‐Sirayeli, engekafiki yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwakubon ukuba uYohane uvakalise tanci, phambi kokungena kwakhe, ubhaptizo loguquko kubo bonke abantu bakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kwakubon’ ukuba uYohane uvakalise tanci, phambi kokungena kwakhe, ubhaptizo loguquko kubo bonke abantu bakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphambi kokufika kukaYesu, uYohane wawashumayeza onke amaSirayeli, esithi makaziguqule iindlela zawo aze abhaptizwe.