Acts 13:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abo bemiyo e‐Yerusaleme, nabapati babo, bengamazanga yena lowo, nawo amazwi abaprofite, aleseshwayo ngesabata zonke, ba wa zalisekisile ngoku m gweba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba abo bemiyo eYerusalem, nabaphathi babo, bengamazanga lowo, kwanamazwi abaprofeti aleswayo iisabatha ngeesabatha zonke, bawazalisa ngokumgweba;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba abo bemiyo eYerusalem, nabaphathi babo, bengamazanga lowo, kwanamazwi abaprofeti aleswayo iisabatha ngeesabatha zonke, bawazalisa ngokumgweba;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku abantu baseJerusalem, bekunye neenkokheli zabo, babengamazi, bengawaqondi namazwi abashumayeli bamandulo afundwayo ngayo yonke iMihla yokuPhumla. Kodwa bâwazalisekisa amazwi abo bashumayeli ngokumgweba uYesu.