Acts 13:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ke u‐Davide, akuba ebekonzile isizukulwana sake ngemvume katixo, walala ubutongo, wabekelwa koyise bake, wabona ukubola:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uDavide okunene, akuba elisebenzele kwesakhe isizukulwana icebo likaThixo, walala ubuthongo, wabekwa kooyise, wakubona ukubola;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uDavide okunene, akuba elisebenzele kwesakhe isizukulwana icebo likaThixo, walala ubuthongo, wabekwa kooyise, wakubona ukubola;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kuba kaloku ngexesha lakhe uDavide wayifeza injongo kaThixo, waza wafa emva koko, wangcwatywa ngakookhokho bakhe, wabola.