Acts 13:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makwazeke kuni ngoko, madoda, bazalwana! ukuba ngaye lo kuyashunyayelwa kuni ukuxolelwa kwezono:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makwazeke ngoko kuni, madoda, bazalwana, ukuba ngaye lowo kuxelwa kuni uxolelo lwezono;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makwazeke ngoko kuni, madoda, bazalwana, ukuba ngaye lowo kuxelwa kuni uxolelo lwezono;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yazini niqiniseke xa ninonke, mawethu, ukuba kungoYesu ukushunyayelwa kodaba lokuxolelwa kwezono. Ngokunjalo qondani ukuba wonke umntu ozinikelayo kuye uyakhululwa kuzo zonke izono, obungenako ukumkhulula kuzo *umthetho kaMosis.