Acts 13:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku akuba ama‐Juda ebepuma endlwini yentlanganiso, babebongoza abaheyideni ukuba lamazwi atetwe kubo ngesabata yasemva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akubon ukuba ayaphuma amaYuda endlwini yesikhungu, babongoza abeentlanga, ukuba la mazwi athethwe kubo ngesabatha ezayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, akubon’ ukuba ayaphuma amaYuda endlwini yesikhungu, babongoza abeentlanga, ukuba la mazwi athethwe kubo ngesabatha ezayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa bayishiyayo intlanganiso ooPawulos noBharnabha, abantu babamema ukuba ze beze kwakhona ngoMhla wokuPhumla olandelayo, ukuze baphinde babafundise.