Acts 13:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ngesabata elandelayo, saza kuba sonke isixeko sihlanganisene ukuva ilizwi likatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthe ke ngelandelayo isabatha, waphantsa ukuhlanganisana umzi wonke, ukuba ulive ilizwi likaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuthe ke ngelandelayo isabatha, waphantsa ukuhlanganisana umzi wonke, ukuba ulive ilizwi likaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NgoMhla woPhumlo olandelayo phantse wonke umntu osedolophini weza kuphulaphula ilizwi leNkosi.