Acts 13:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa u‐Elimasi, isanuse, (ngokuba linjalo igama lake ngokukunyushwa,) wamelana nabo, efuna ukumpambukisa umgwebi elukolweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamelana nabo ke uElima, usiyazi lowo (kuba litsho igama lakhe lakuthethwa ngentetho evakalayo), efuna ukulijika ibamba elo elukholweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamelana nabo ke uElima, usiyazi lowo (kuba litsho igama lakhe lakuthethwa ngentetho evakalayo), efuna ukulijika ibamba elukholweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa lo mfo unemilingo, owayebizwa ngokuba nguElima ngesiGrike, wachasana nabo, nerhuluneli leyo wafuna ukuyiwexula elukholweni.