Acts 14:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute e‐Koniyume, bangena kunye endlwini yentlanganiso yama‐Juda, benje njalo ukuteta, ukuba kwakolwa umhlambi omkulu nowama‐Juda nowama‐Girike.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ke eIkoniyo, bangena kunye endlwini yesikhungu yamaYuda, bathetha ngokokude kukholwe inkitha enkulu yamaYuda kwanamaGrike.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku kwathi eIkoniyo, bangena kunye kwindlu yesikhungu yamaYuda, bathetha ngokokude kukholwe inkitha enkulu yamaYuda kwanamaGrike.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NaseIkoniyo yaba sesezolo: uPawulos noBharnabha baya *endlwini yesikhungo baza bathetha kangangokuba iqela elikhulu lamaJuda neentlanga lazinikela.