Acts 14:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owati emaxesheni agqitileyo wayeka intlanga zonke zihambe ngezazo indlela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
owathi ezizukulwaneni ezadlulayo waziyeka zonke iintlanga, ukuba zihambe ngezazo iindlela;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
owathi kudala waziyeka zonke iintlanga, ukuba zihambe ngezazo iindlela;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mandulo uThixo wabayeka abantu, benza ukuthanda kwabo;