Acts 15:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze isisalela sabantu sibe sifuna inkosi, nabo bonke abaheyideni ekubizwe pezu kwabo igama lam, utsho uyehova okwenzayo oku konke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okokuze amaqongqolo abantu ayifune iNkosi, Zifune zonke iintlanga ezibizwe ngalo igama lam; Itsho iNkosi, leyo izenzayo zonke ezi zinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okokuze amaqongqolo abantu ayifune iNkosi, Kwaneentlanga zonke ezibizwe ngalo igama lam; Itsho iNkosi, leyo izenzayo zonke ezi zinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bothi ke bayifune iNkosi bonke abantu, zonke izizwe endizibizileyo zaba zezam,’ itsho iNkosi, yona ikwenzileyo oku.