Acts 15:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Mosesi kutabata emaxesheni akudala enabo kuzo zonke izixeko abamshumayelayo, eleseshwa ezindlwini zentlanganiso ngesabata zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uMoses kwakwizizukulwana zakudala unabamvakalisayo kwimizi ngemizi, eleswa ezindlwini zesikhungu ezi iisabatha ngeesabatha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uMosis kwakudala unabamvakalisayo kwimizi ngemizi, eleswa ezindlwini zesikhungu ezi iisabatha ngeesabatha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sekukudala kakade ufundwa umthetho kaMosis, kushunyayelwa amazwi akhe ngayo yonke *iMihla yokuPhumla *ezindlwini zesikhungo kwiidolophu ngeedolophu.”