Acts 15:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
beba̔lile ngabo ezizinto zokuti: Abapostile, nabadala, nabazalwana, kubo abazalwana abangabakubo abaheyideni abase‐Antiyoki, nase‐Siriya, nase‐Silisiya, bebulisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babhala incwadi ngesandla sawo, besithi: Abapostile namadoda amakhulu nabazalwana bayabulisa kubo abazalwana basezintlangeni, abakwa-Antiyokwe nakwelaseSiriya nakwelaseKiliki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babhala ke iincwadi ngesandla ngabo; Abapostile namadoda amakhulu nabazalwana bayabulisa kubo abazalwana basezintlangeni, kwa-Antiyokwe, naseSiriya, naseKiliki;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Banikwa incwadi ukuba bahambe nayo. Ke yona yayibhalwe ngolu hlobo: “Thina bathunywa sikunye nabadala siyanibulisa njengamawethu xa ninonke, nina zizwe zaseAntiyokwe eSiriya naseKiliki.