Acts 15:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kube kunga kulungile kumoya oyingcwele nakuti, ukuba singabeki pezu kwenu namnye umtwalo omkulu kwezizinto ezifanelekileyo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kwabonakala kulungile kuye uMoya oyiNgcwele, nakuthi, ukuba kungabekwa phezu kwenu mthwalo ungaphezu kwezi ndawo zifunekayo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kwabonakala kulungile kuye uMoya oyiNgcwele, nakuthi, ukuba kungabekwa phezu kwenu mthwalo ungaphezu kwezo zifunekayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Thina samkele isigqibo soMoya oyiNgcwele sokuba singanithwalisi bunzima bumbi ngaphandle kwale migaqo ibalulekileyo: