Acts 15:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula bona bakuba bendululwe beza e‐Antiyoki: baza bewuhlanganisile umhlambi, banikela incwadi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathe ke ngoko, bakunduluka, beza kwa-Antiyokwe;bawuhlanganisa umhlambi wabazalwana, bayinikela incwadi leyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, bakubon’ ukuba bayenduluka ke, beza kwa-Antiyokwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izigidimi ezo zandululwa, zasinga eAntiyokwe, apho zafika zawahlanganisa amakholwa, zawanika incwadi leyo.