Acts 15:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza u‐Jude no‐Silasi, bengabaprofite bona nabo, bayala abazalwana ngokuteta okuninzi, babomeleza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ooYuda noSilas, kuba bengabaprofeti nabo, babathuthuzela abazalwana ngokuthetha okukhulu, babomeleza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ooYuda noSilas, bengabaprofeti nabo, babakhuthaza abazalwana ngokuthetha okukhulu, babomeleza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJudas noSilas, ababengabashumayeli ngokwabo, bathetha ixesha elide namakholwa, bewakhuthaza, bewomeleza.