Acts 15:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kwanga kulungile ku‐Silasi ukuba alibale kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa kuSilas kwabonakala kulungile ukuba akhe ahlale khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa kuSilas kwabonakala kulungile ukuba akhe ahlale khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uSilas yena wabona ukuba makasale khona.]