Acts 15:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Paulusi ebeba akufanelekile ukumtabata nabo yena lo, owesuka kubo e‐Pamfiliya, engayanga nabo emsebenzini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kodwa uPawulos wathi akufanelekile ukumthabatha, ahambe nabo, lowo wemkayo kubo kwelasePamfili, akaya nabo emsebenzini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kodwa uPawulos wathi akufanelekile ukumthabatha, ahambe nabo, lowo wemkayo kubo kwelasePamfili, akaya nabo emsebenzini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa uPawulos yena akathandanga ukuba bahambe naye, kuba ngokuya babehambe naye kuqala wajika esithubeni, wabashiya ePamfili.