Acts 15:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bahlanganisana abapostile nabadala ukuba baqonde lendawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bahlanganisana ke abapostile namadoda amakhulu, ukuba bayikhangele loo ndawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahlanganisana ke abapostile namadoda amakhulu, ukuba bayikhangele loo ndawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abathunywa nabadala benza intlanganiso, baphicotha lo mbandela.