Acts 16:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati yona yakuba ibapitizeshiwe, nendlu yayo, yasibongoza, isiti: Ukuba nigwebile ukuti ndinyanisekile kwinkosi, ngenani endlwini yam, nihlale kona. Yaza yasiqu̔ba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, yakuba ibhaptiziwe nendlu yayo, yasibongoza isithi, Ukuba nithi ndikholiwe eNkosini, ngenani endlwini yam, nihlale. Yasizama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, yakuba ibhaptiziwe nendlu yayo, yasibongoza isithi, Ukuba nithi ndikholiwe eNkosini, ngenani endlwini yam, nihlale khona. Wasinyanzela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yabhaptizwa kunye nosapho lwayo. Yaza ke yasimema isithi: “Ukuba nithi ndilikholwa ngenene eNkosini, khanizokuhlala kwam.” Yasithundeza ke ukuba siye.