Acts 16:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku inkosi zaso zakubona ukuba itemba lenzuzo yazo limkile, zabamba u‐Paulusi no‐Silasi, zabar̔olela endaweni yentengo pambi kwabapati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, zakubona iinkosi zaso ukuba liphumile ithemba lenzuzo yazo, zababamba ooPawulos noSilas, zabarholela endaweni yembutho, kubaphathi:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zithe ke iinkosi zayo, zakubona ukuba liphelile ithemba lenzuzo yawo, zabathabatha ooPawulos noSilas, zabarholela endaweni yembutho, phambi kwabaphathi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakuphawula abanikaziyo ukuba ayisekho indlela yokwenza imali ngale ntombi, babagxavula ooPawulos noSilas, babarhuqela kwinkundla yamatyala eyayisebaleni lembutho.