Acts 16:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Paulusi wamemeza ngelizwi elikulu, esiti: Ungazenzakalisi; ngokuba silapa kwa sonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UPawulos wabiza ke ngezwi elikhulu wathi, Ungazenzakalisi;kuba sikho sonke apha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wadanduluka ke uPawulos ngezwi elikhulu, esithi, Musa ukuzenzakalisi; kuba silapha sonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuthe kusenjalo wamemeza uPawulos esithi: “Mus' ukuzenzakalisa, kuba sisaphelele!”