Acts 16:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabiza isibane, watsibela pakati, waba engcangcazela, wawa pantsi pambi kwo‐Paulusi no‐Silasi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ebize ke izibane, watsiba phakathi, waza egubha, wawa phantsi phambi koPawulos noSilas.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ngoko, ebize izibane, waxhumela phakathi, egubha, wawa phambi koPawulos noSilas.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ujela lowo wathi makuziwe nesibane, waza engcangcazela enjalo wangena wawa ezinyaweni zikaPawulos noSilas.